Imibuzo edla ngokuswantulisa abafundi xa bebhala iimviwo zephepha lesiXhosa lesibini
Bhotani kwakhona bafundi beBanga leMatriki, eli lilinge lokunixhobisa ngemibuzo edla ngukunisokolisa xa kufuneka niphendule kuncwadi. Okwangoku ndiza kugxila kwimibuzo ekwincwadi...
Read more